
Umhlobo Wenene FM - FM 91.6 - Gqeberha (Port Elizabeth)
Uno Mhlobo Mholbo! - You've Got a Friend!
Ao vivo
Umhlobo Wenene FM
Sobre Umhlobo Wenene FM
Umhlobo Wenene FM is an SABC isiXhosa-language radio station combining news, sports, education, entertainment and South African music. Alongside its broad programming, the station promotes isiXhosa language and culture while connecting listeners with community issues, current affairs and everyday li…
Frequência
91.6 FM
Idioma
Xhosa
Avaliações dos ouvintes
HAPPY BELATED BIRTHDAYS KU BABALWA MAWENI AND FULE FAMILY ILANDELAYO TO NOKWANDA, ABULELE, SBUSISO BONKE BOQWANA FAMILY HOPE NIYIJABULELE IIMINI ZENU NDINITHANDA KAKHULU NIYAYAZI LONTO KUSTHO MNA NOMBI BOQWANA SHARPHU
Bendiyizama, yasebenza well I love it, the quality is perfect. I must say, Keep uo a good work, Now i can listen to my favorite presenter live without a radio or phone next to me, My office will never be the same, Thank to you #legentary #Loveit #UWFM #Umhlobo #wenene #FM
Molweni bahlobo bokwenene - ndinithanda nonke apho kuMhlobo Wenene FM, ndonwaba nani mihla le, ngakumbi emva kwemini nangempela-veki, ndim nani, nkqubo nganye inemfundiso nolonwabo kum - enkosi maaaan! Thandiwe Goxo - Mowbray (eNtshona-Kapa)
Ndihleli Nawe Bulelani Koyo. Yhazi ndiphangele kodwa ingathi ndihleli endlini. I am streeming at work. From Onke Ngxesha Sandton
Mholweni Kwa Mhlobo Wenene FM . Niyasonwabisa ngamaxesha obubi nawobumnandi Ndinithanda iindidi akho Colour ingekhonyo . From Khululwa Makhunga - Capricorn (Western Cape)
Contato
Mais rádios em Gqeberha (Port Elizabeth)
Em outros idiomas
- Ver esta página em inglês: Listen to Umhlobo Wenene FM online
- Ver esta página em francês: Écouter Umhlobo Wenene FM en ligne
- Ver esta página em espanhol: Escuchar Umhlobo Wenene FM en vivo
- Ver esta página em alemão: Umhlobo Wenene FM online hören







